

f
Imali ekufuneka uyihlawule kule nyanga. ldibanisa nemali yenyanga engaphambili


8 BONA XHOSA - October 1996


Abafundi Abatsha
UKUFUNDA UKUBHALA
NOKUFUNDA
Incwadi eknbonisa ityaa
Zonke iinyanga uya kufumana incwadi ekuchazela ukuba Iingakani ityala lakho. Kufuneka uyifundisise uyiqonde le ncwadi. lya kukuxelela izinto ozithengileyo, ityala lakho nokuthi ufanele uhlawule malini. Makhe sijonge ekaBibi kunye.


lmali onokuthenga ngayo ngetyala
lmali	Usasityala Ie
ekufuneka	mali
uyihlawule
kule nyanga
Ukuba uthenge nantoni emva kwalo mhla, iya kuboniswa kwincwadi yenyanga elandelayo.



lnombolo yetyala lakho. lkhadi othenga ngalo liya kuba nale nombolo.



lmali eshiyekileyo




Uhlawulo inzalo xa uhlawula emva kwexesha, okanye uza kuhlawula ixesha elide.
Imali eselityala fakho
Umsebenzi 2
Ngoku phendula le mibuzo ilandetayo.
1.	Ngaba liyimalini ityala likaBibi aza kulihlawula ngeenyanga eziH-I 2?
2.	Kungani uBibi kufuneka ahlawule inzalo ye-R1 ,53?
Kungani uBibi kufuneka ahlawule i-R80 abe ehlawula
i-R70 ngenyanga?
4.	Ngaba unokutyenga ngamalini ngetyala uBibi?
















Abafundi Abatshai
AMABALI
AMAFUTSHANE


I ITommy wayethandana
LJ
 nentombi eyayisebenza eHHL Yayintle yaye ingumntu wabantu. Wayethanda ukuthetha izinto eziiula nayo, wayengazithethi nayo izinto eziba1ulekleyo kuthi sobathathu. Yayingakuthandi ukufunda iincwadi, kanti uTommy wayekuthanda ukutunda iincwadi nokuphulaphula umculo. Le ntombi yazama nje yona ukuba ifane noTommy.

L
 e ntombazana yayityhilekile yaye sasiyithanda sinojonny njengodade. Oko kusenokuvakala kumangalisa, kanti akunjalo. Nkqu noTommy wayengathethi ngokuthandana okunenjongo. Wayesithi kunzima ukufumana intombi emfaneleyo kweli Iizwe ngenxa yemeko zelizwe. Ngoko wayonwabile nesithandwa sakhe.

N
 athi sazama ukwenjenjalo sinojonny, kodwa amalinge ethu awa phantsi. UJonny wayengafani tu noTommy. Sasingabantu abangafaniyo kangangokuba andiyazi into eyayisenza sivane.

U
 Jonny wayekuthanda ukuncokola yaye engumntu onengxolo. Wayesoloko esenza izinto ezingalunganga. Wayesoloko ezifaka ezingxakini kuze kufuneke simncede sinoTommy. Ebantwini abangamaziyo wayengumntu ongachanekiyo ukuba unjani nongakhathaliyo.
U
 mama wakhe wayebulewe yindlala. Wayesesikolweni yena ngelo xesha, ngoko wayiva emva kwexesha elide loo nto. Wayezibulala ngendlala kuba efuna ukufundisa unyana wakhe yaye yena wayengayazi loo nto. Emva wachitha ixesha elininzi eyedwa yaye ethe cwaka. Nkqu nathi sinoTommy sasingafikeleli kuye. Wayengangeneki tu. Kuthi wayesengujonny esimaziyo qha engonwabanga. Wayetshintshile kumntu wonke. Kodwa akazange ayeke ukuphoxa abantu uJohnny, yaye wayenobuchule bokususa uchuku. Babembalwa abantu ababemqonda, uninzi lumgxeka.

N
 obam ubomi babufana nobabo. Ndandilihlwempu, ndifuna intombi eza kuba liqabane Iam nezinye izinto
onokuzifumana emfundweni xa ungenguye uMlungu eMzantsi-Afrika.

S
 athi sakugqiba ukutunda kwisikolo sethu sehlukana, yangulowo wabheka kwelakhe icala. UTommy wayefuna nathi sibe ziititshala. Wayesithi:
Kunceda ngantoni ukufunda into ungazukufumana mali ngayo? Ujonny wayenqwenela ukubona iindawo zehlabathi. Ndathi mna ndiza kuhamba-hamba ukuze ndazi abantu, ndizame nokuziphilisa ngokuba ngumbhali. Bobabini babekhathazekile yimeko yomzimba wam, kodwa mna ndandizimisele.

S
 avumelana ukuba siya kusoloko siqhagamshelana, saza sohlukana. Ujohnny













ndifike. Ndayizama imali yokuya apho Ngombhali walo uPeter
Phulaphula Ufide
KwiRadio Zulu - ngoLwesihlanu ngo2l.30, kwiRadio Xhosa -goLwesine ngo-20.30, kiwiSesotho Stereo - ngoLwesine ngo-20.30, cwiSetswana Stereo - ngoMvulo ngo-20.30 kanti iSAFM yona iza usasaza amabali aseMazantsi eAfrika ngoOktobha nangoNovemba. TgoOktobha unokuva indlela uMatilda akrexezela ngayo indoda yakhe cwibali elithi Suit elibhalwe nguCan Themba; yiva okwenza uMavis phikisane nomfundisi emngcwabeni kanina kwibali elithi esurrection elibhale nguRichard Rive; nangebhinqa elifunda macebo aimatsha kwindlu yangasese kawonke-wonke kwibali elithi Toilet elibhalwe nguGcina Mhlophe. Sikukhuthaza ukuba waphu1aphu1e Ia mabali nokuya uye kwithala lencwadi uze uboleke incwadi uzifunde. Liyaphumelela ilizwe elifundayo!
Lindela amanye amabali kuTyhila Ufunde kaNovemba!







wayesiya kwidolophu engaselunxwemeni, apho wayeza kuzama ukukhwela iphenyane, mna ndandingena phakathi elizweni ebantwini abantsundu, uTommy wayeza kufundela ukuba yititshala.

N
 dahla ndinyuka iminyaka emithathu. Ndandimana ndifumana iileta ezivela kuTommy, wayesithi akubona into endiyibhalileyo kumaphepha abaNtsundu andifune ngaloo nto. Ngenye imini wandibhalela endixelela ukuba ujonny uyabuya, esithi kufuneka nam
saphinda sabonana kwakhona. Kwenzek ntoni bakubonana kwakhona abahlobo? Ngaba baziphumeza izinto ababezimilsele ukuzenza ebomini? Zivele ngokuphulaphula unomathotholo wakho. lbali elithi One Of The Three liza kusasazwa kwiRadio Zulu; iRadio Xhosa; iSesotho Stereo; iSetswana Stereo neSAFM. Amaxesha eliza kusasazwa ngawo angezantsi! Xa Iikuphosile ibali unokuyifumana incwadi kwithaia lencwadi elikufutshane.
AMAAL1
AMAFUTSHANE
Abrahams
UPeter Abrahams wazalwa ngo1 91 9 eVrededorp, ejohannesburg.
Wahamba eMzantsi-Afrika ngo1 939 waya eNgilani eyokwandisa ulwazi lwakhe lokubhala. Nangona ehlala elubhacweni ixesha elininzi, usengumbhali obalulekileyo waseMzantsi-Afrika. UPeter Abrahams ubhala ngeengxaki zaseMzantsi-Afrika. Nangona esebenzisa amagama afana noo-Coloured, u-native no-European kungenxa wayebhala ebutsheni boo-1 900. U-Abrahams uyayigxeka inkqubo yocaiucalulo kodwa unomdla kwindlela abaNtsundu kwihlabathi jikelele abaziqonda ngayo imvelaphi yabo. U-Abrahams uhlala ejamaica ngoku apho afumana ubumnandi bokuhlala kwindawo engenaio ucalulo lweentlanga. U-Abrahams ubhale imibongo, iincwadi nencwadi engobomi. Xa unqwenela ukufunda ezinye iincwadi zakhe, nazi ezimbalwa zazo:
incwadi engobomi bemigodi yaasejohannesburg.
incwadi engokuthanda kweentlanga ezahlukeneyo eMzantsi Afrika.
.	incwadi
engobomi bukaAbrahams phantsi worhulumente wocinezelo eMzantsi-Afrika.
incwadiengekholoni nangamazwe azimeleyo aseAfrika










	---	--- -	-            .
Mnu.tNksk.JNkszn:  Initials	Surname               
Idi1esi                                             
Igama lebhanki/Building Society                         
Wamkela malini ngenyanga7                             
Ngaba unomzi7                                      
Nika iivenkile ezimbini okhe	wathenga kuzo ngetya1a          
Isignitsha                                           
Kutheni befuna ukwazi ukuba unomzi na? Bathetha ntoni ngeevenkile okhe wathenga kuzo ngetyala?








Iiakhawunti nendlela ezisebenza ngayo
Zalisa ifomu yokwenza isicelo. Kufuneka uphethe isazisi nemvulophu yomvuzo (ipayslip).

Ivenkile iya kukuxelela ukuba unokuthenga ngamalini ngetyala. Oko kuxhomekeka kwizinto ezinini. lvenkile iya kujonga umvuzo wakho, enye imali oyifumanayo, ukuba ukhe wathenga na ngetyala ngaphambili nokuthi yimalini onako ukuyihlawula ngenyanga.

lvenkile iya kukunika ikhadi emva koko unokukhetha izinto ofuna ukuzithenga. Ezinye iivenkile zifuna idiphozithi yempahla oyithengayo, kanti ezinye ziyakuvumela uthenge uze uhlawule izavenge ngenyanga.

Ekupheleii kwenyanga uya kufumana incwadi ekuchazela ngetyala lakho. lya kukuxelela imali ofanele uyihlawule kuloo nyanga. Xa ungahlawuli ivenkile ifaka imali yenzalo kwityala lakho.

Unokuhlawuliswa inzala naxa uza kuhlawula ngaphezu kweenyanga ezintandathu. Buza ivenkile xa uvula iakhawunti ukuba uya kuyihlawula inzalo xa uhlawula ngexesha elingakanani.
Abtifundi Abatsha
UKUFUNDA UKUHALA
NOKUFUNDA
Umyinge welyala nezavenge
UBibi bagqibe ekubeni bavule iiakhawunti eAmerican Swiss. Masibancede ekuzaliseni iindawo ezinzima kwiifomu zabo. Emva koko ubale ukuba banokuthenga ngamalini?
Umsebeith 1
1.	UBibi unokwenza ityala le-R600. Ngaba unako ukuthenga ilokhwe ye-A179, izihlangu ze-R155 nebhegi encinane ye-R180?

Xa eza kuhlawula ngeenyanga ezintandathu uza kuhlawula malini ngenyanga?

2.	ULydia ufuna ukuthenga iimpahla zokuya emtshatweni. Unelungelo lokuthenga nge-R450. Unokuthenga ezi zinto zilandelayo.
Unokumkhethela ntoni wena?

ilokhwe umnqwazi izihlangu iikawusi izihombo
Xa unomzi oko kuthetha ukuba unayo imali. Ezo venkile bazifuneia ukuqonda ukuba ubuhlawula njani kuzo.



	Esi sihlomelo sibhalwe kwiphepha esilipbiwe ngabakwaMondi Paper

4 BONA XHOSA - October 1996

	lnkampani ephambili kweli ekuveliseni amaphepha okushicilela, awoshishiuio nawekufundisa

		BONA XHOSA - October 1996 5

	AbakwaMondi Paper bavuyisana neBouia xa igiba iminyaka engama-40 yaye isiyala isomeiela

		BONA XHOSA - October 1996 7

	AbakwaMondi Paper banqwenelola lBona emluiye iminyaka euigama40 yempumelelo

